9 Ngubani na owondisa emzini wamandla?Ngubani na owondikhaphela kwaEdom?
10 Asinguwe na, kwawena Thixo, osihlambileyo?Àkwaphuma, Thixo, nemikhosi yethu.
11 Síncede kumbandezeli wethu;Alunto yanto usindiso lomntu.
12 NgoThixo siya kweyisa,Wóbagqusha yena ababandezeli bethu.