Iindumiso 67:4 XHO75

4 Zavuya zamemelela izizwe:Ngokuba ùya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye,Uzikhaphe izizwe ehlabathini. (Phakamisani.)

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 67

imbono Iindumiso 67:4 kwimeko