Iindumiso 69:5 XHO75

5 Thixo, wena uyakwazi ukumatha kwam;Namatyala am akanakugushwa kuwe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 69

imbono Iindumiso 69:5 kwimeko