Iindumiso 72:10 XHO75

10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi baya kunika iminikelo;Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha baya kusondeza isithabathaba;

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 72

imbono Iindumiso 72:10 kwimeko