5 Àbazi, abaqondi,Bahamba-hamba emnyameni;Ziyashukuma zonke iziseko zehlabathi.
6 Ndithe mna, Ningoothixo,Ningoonyana bOsenyangweni nonke niphela.
7 Noko niya kufa njengomntu,Niwe njengomnye kubathetheli.
8 Khawusuk' ume, Thixo, gweba ehlabathini;Ngokuba ùya kuzidla ilifa wena zonke iintlanga.