8 Nama-Asiriya athelele kubo,Baba yingalo koonyana bakaLote. (Phakamisani.)
9 Yenza kubo njengoko wenza ngako kumaMidiyan,NakuSisera, nakuYabhin esihlanjeni seKishon.
10 Batshabalala e-Endore,Baba ngumgquba wokugalelwa emhlabeni.
11 Bénzé bona, amanene abo ke, babe njengo-Orebhe nanjengoZebhe;Zonke iinkosi zabo zibe njengoZebha nanjengo Tsalimuna;
12 Bona bathi,Masiwahluthe abe ngawethu amakhaya kaThixo.
13 Thixo wam, bénzé babe njengesaqhwithi,Njengomququ phambi komoya.
14 Njengomlilo odla ihlathi,Njengedangatye lilenya intaba,