1 Useko alusekileyo lusezintabeni ezingcwele;
2 Amasango eZiyon uYehova uwathandaNgaphezu kweminquba yonke kaYakobi.
3 Kuthethwa iinto ezizukileyo ngawe,Mzi kaThixo. (Phakamisani.)
4 ORahabhi noBhabheli ndiya kubakhankanyela kwabandaziyo;Nalo elamaFilisti nelaseTire, kunye nelakwaKushi,Aba bazalelwe khona.
5 Ngokusingisele kwiZiyon, kuya kuthiwa,Lo, naló, uzalelwe kuyo,Abe yena Osenyangweni eyizinzisa.
6 UYehova uya kubàla, ekuzibhaleni izizwi, athi,Abaya bazalelwe khona: (Phakamisani.)