Iindumiso 89:1 XHO75

1 Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade,Kwizizukulwana ngezizukulwana ndiya kwazisa ukuthembeka kwakho ngomlomo wam.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 89

imbono Iindumiso 89:1 kwimeko