Iindumiso 89:6 XHO75

6 Ngokuba ngubani na esibhakabhakeni olingana noYehova? Ngubani na ofana noYehova phakathi koonyana bakaThixo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 89

imbono Iindumiso 89:6 kwimeko