Iindumiso 90:10 XHO75

10 Imihla yeminyaka yethu iseminyakeni engamashumi asixhenxe;Ukuba ithe yaba mininzi kakhulu, iba yiminyaka emashumi asibhozo,Libe ke iqhayiya layo likukwaphuka nokungabi nto yanto,Ngokuba ithe phe yakhawuleza, saphaphazela semka.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 90

imbono Iindumiso 90:10 kwimeko