Iindumiso 91:11 XHO75

11 Ngokuba izithunywa zakhe úziwisele umthetho ngawe,Ukuba zikugcine ezindleleni zakho zonke.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 91

imbono Iindumiso 91:11 kwimeko