11 Iliso lam liyababonela abandilalelayo,Indlebe yam iyabeva abasukela phezulu kum benobubi.
12 Amalungisa aya kudubula njengesundu,Aya kukhula njengomsedare* weLebhanon.
13 Etyelwe nje endlwini kaYehova,Aya kutyatyamba ezintendelezweni zoThixo wethu.
14 Aya kuhluma eselenezimvi,Aya kuba etyebile, eluhlaza;
15 Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova,Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.