Iindumiso 94:16 XHO75

16 Ngubani na oya kusukela phezulu kubo abanobubi, ngenxa yam?Ngubani na oya kumelana nabasebenzi bobutshinga, ngenxa yam?

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 94

imbono Iindumiso 94:16 kwimeko