2 Mabadane babe neentloni abawufunayo umphefumlo wam;Mababuye umva bahlazeke abananzé ukuba ndihlelwe bububi;
3 Mababuye ngenxa yomvuzo wedano laboAbathi, Tshotsho! Tshotsho!
4 Mababe nemihlali bavuye ngawe bonke abakuquqelayo;Abaluthandayo usindiso lwakhoMabahlale besithi, Makenziwe mkhulu uThixo.
5 Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu;Thixo, khawuleza uze kum.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe;Yehova, musa ukulibala.