Iindumiso 70:5 XHO75

5 Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu;Thixo, khawuleza uze kum.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe;Yehova, musa ukulibala.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 70

imbono Iindumiso 70:5 kwimeko