33 Bamcaphukisa uMosisngangokuba wada wathetha amazwi angemahle konke.
34 Abazange bazitshabalalise iintlanganjengoko babeyalelwe nguNdikhoyo.
35 Basuka bendiselana nazo,bafunda namasiko azo.
36 Banqula izithixo abantu bakaThixo,nto leyo ke yaba ngumgibe wabo.
37 Babinga oonyana neentombi zabo,besenzela iindimoni amadini.
38 Baliphalaz' igaz' elingenatyala,nditheth' eloonyana neentombi zaboababebanikela kwizithixo zaseKanana;labubutyadidi ke elo zwe lelo gazi.
39 Benjenjalo ke ukuzixabhela;benjenjalo ukuzenyelisa bamfulathela uThixo.