40 Amatshawe uwagalele ngehlazo,aba zizibhadu-bhadu zelibharhileyo.
41 Ke bona abahlelelekileyo uyabonyula ezinkathazweni,abatsho bande ngokwemihlambi.
42 Athi akuyibona le nto amalungisa agcobe;ke bona abangendawo baxakwe.
43 Olumkileyo makazigqale ezi zinto;abantu mabaziqonde izibele zikaNdikhoyo.