Iindumiso 110:4 XHO96

4 UNdikhoyo akayi kujika, kuba wafunga wathi:“Wena ungumbingeleli wodidi lukaMelkizedekioya kuhlala ehleli.”

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 110

imbono Iindumiso 110:4 kwimeko