Iindumiso 138:7 XHO96

7 Nokuba ndidavuza ezinkathazweni, wena uyandikhusela;ulwa nazo iintshaba zam, undihlangule ngamandla akho.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 138

imbono Iindumiso 138:7 kwimeko