Iindumiso 16:11 XHO96

11 Wena undazisa iindlela zobomi;kaloku ndizala yimincili xa ndiphambi kwakho.Ngasekunene kwakho yimihlali yodwa kude kube ngunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 16

imbono Iindumiso 16:11 kwimeko