Iindumiso 31:13 XHO96

13 Ewe, ndiyivile intlebendwane yabanye;kuthe saa luloyiko macal' onke,lo gama bandenzela amayelenqe, beceba ukundibulala.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 31

imbono Iindumiso 31:13 kwimeko