Iindumiso 36:5 XHO96

5 Kodwa zona izibele zakho, Ndikhoyo, ziye kuthi gaa ngamazulu,nentembeko yakho yaya kuthi ngqu ngamafu.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 36

imbono Iindumiso 36:5 kwimeko