1 Ngamana wandigwebela, Thixo.Ewe, mandiphume phambiliekumangalelweni ngabantu abakuchasileyo.Ndihlangule kubantu abanamaqhinga nobuqhokolo.
2 Kaloku ùnguThixo endizimela ngaye.Ngani ke ukuba undilahle?Ngani ukuba ndihlale ndizibambe ngeenkophengenxa yokubandezelwa ziintshaba?
3 Mandikhanyiselwe nguwe,ndikhokelwe yinyaniso yakho.Mazindise entabeni yakho engcwele,endlwini elikhaya lakho.
4 Ke mna mandingene *esibingelelweni sakho,wena Thixo ongumonwabisi wam.Ndiya kubeth' intambula ndintyilozendidumise wena, Thixo – Thixo wam!