Iindumiso 45:16 XHO96

16 Ngxatsho ke, mntwan' omhle!Ezihlangwini zooyihlo kuya kungena abakho oonyana.Wena uya kubathi jize ngobungangamsha,babe zizinxiba-mxhaka ehlabathini liphela.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 45

imbono Iindumiso 45:16 kwimeko