Iindumiso 59:16 XHO96

16 Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho;ndiya kumemelela kwasekuseni,kuba uthando lwakho luyamangalisa.Kaloku wena uyinqaba yam,ungumqolomba ngomhla wembandezelo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 59

imbono Iindumiso 59:16 kwimeko