7 Kodwa ke uThixo uya kubadubula ngotolo;uya kubachana benzakale bengalindelanga.
8 Uya kubabhubhisa ngenxa yokuthetha kwabo,abababonayo banikine iintloko.
9 Bonke baya kutsho boyike,bakubhengeze akwenzileyo uThixo,bayetyise imisebenzi yakhe.
10 Amalungisa makonwatyiswe *nguNdikhoyo.Ewe, makazimele ngaye;onke amalungisa makaqhayise ngaye.