17 Ndadanduluka kuye ndizibika;ndandipheth' iindumiso nemibongo.
18 Ukuba ndandizigushile izono zamuMhlekazi ebengayi kundiphulaphula.
19 Kambe ke uThixo undivile;uwuphendule umthandazo wam.
20 Ngenene ngowokubongwa uThixo.Yena akakhalalanga ndakuzibika kuye;akazibandezanga izibele zothando lwakhe.