16 Ngamana kwayindyebo emhlabeni,neencopho zeentaba ziqhame,kuchume njengaseLebhanon.Mabanyakazele abantu ezixekweni,baxel' ingca emadlelweni.
funda isahluko epheleleyo Iindumiso 72
imbono Iindumiso 72:16 kwimeko