Iindumiso 72:5 XHO96

5 Abantu mabambuse bamkhonzexa lisaman' ukuvela ilanga,lo gama isakhanyisa nenyanga,kuye kwizizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 72

imbono Iindumiso 72:5 kwimeko