Iindumiso 78:20 XHO96

20 Ewe, waliqhekeza iliwa, antyunty' amanzi,kwaza kwagqobhoza imilambo.Ewe, makasinik' isonka kaloku,abaph' inyama abantu bakhe.”

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 78

imbono Iindumiso 78:20 kwimeko