Iindumiso 78:44 XHO96

44 apho wawajika khona amanzi aba ligazi,kwayinqaba kumaJiputa ukusela emithonjeni.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 78

imbono Iindumiso 78:44 kwimeko