1 Awu, Thixo, ungathini ukuthi cwaka?Ngani ukuba wonwabe, Thixo?
2 Nâzo iintshaba zakho zikuvukela.Nâbo abakuthiyileyo bephithizela.
3 Ewe, babenzela amayelenqe abantu bakho;badibene ngabo abo ubakhuselayo.
4 Bathi: “Yizani sisibhangise esi sizwe,uSirayeli angabi sakhunjulwa.”
5 Kaloku bona bathetha nto-nye,bevana ngawe ngegobe.
6 Nditsho amaEdom namaIshmayeli,amaMowabhi kunye namaHagare,