4 Bathi: “Yizani sisibhangise esi sizwe,uSirayeli angabi sakhunjulwa.”
5 Kaloku bona bathetha nto-nye,bevana ngawe ngegobe.
6 Nditsho amaEdom namaIshmayeli,amaMowabhi kunye namaHagare,
7 amaGebhali, ama-Amoni, nama-Amaleki,amaFilistiya nabemi baseTire.
8 Angenelele nama-Asiriya,bebonke bancedisana nenzala kaLothe.
9 Khawubafumanise esamaMidiyanngomhla kaSisera noJabhin entlanjeni iKishon,
10 abatshabalela e-Endore,banyhashwa batsho bangumgquba.