7 amaGebhali, ama-Amoni, nama-Amaleki,amaFilistiya nabemi baseTire.
8 Angenelele nama-Asiriya,bebonke bancedisana nenzala kaLothe.
9 Khawubafumanise esamaMidiyanngomhla kaSisera noJabhin entlanjeni iKishon,
10 abatshabalela e-Endore,banyhashwa batsho bangumgquba.
11 Iinjengele zabo zifanise no-Orebhe noZebhe;amatshawe abo wanyhashe njengoZebha noZalmuna.
12 Kaloku bona bafuna ukuwohluthaumhlaba wabantu olibango likaThixo.
13 Thixo wam, baphephethe njengothuli,babe njengomququ ophetshethwa ngumoya.