Iindumiso 19:14 XHO96

14 Ngamana angamkeleka kuwe, Ndikhoyo,amazwi am neengcamango zentliziyo yam,wena mkhuseli wam nomkhululi wam.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 19

imbono Iindumiso 19:14 kwimeko