1 Wanga *uNdikhoyo angakuphulaphula ngemini yeembandezelo!Wanga angakukhusela uThixo kaYakobi!
2 Wanga angakuthumela uncedo luvel' ebhotwe lakhe,akuxhase esentabeniyeZiyon.
3 Wanga angayamkela iminikelo yakho uThixo,akholiseke ngamadini omenzela wona.
4 Wanga angakunika umnqweno wentliziyo yakho,aziphumelelise zonk' iinquleqhu zakho.