3 Mazihlaziyeke iinduli neentaba ziqhame;makube yinzolo inkqubela nobulungisa.
4 Ngamana yena wawakhusela amahlwempu,abancede abo bahlelelekileyo,abanyhashe abacinezeli.
5 Abantu mabambuse bamkhonzexa lisaman' ukuvela ilanga,lo gama isakhanyisa nenyanga,kuye kwizizukulwana ngezizukulwana.
6 Makabe njengemvula emasimini,abe njengomvimbi emhlabeni.
7 Makande amalungisa ngemihla yakhe;ewe, axhamle inzolo de ingabi sabikho inyanga.
8 Ngamana olwakhe ulawulolwasuka elwandle lwesa elwandle,lusuke emlanjeni iEfratiluse eziphelweni zehlabathi.
9 Ngamana baqubuda kuye abasentlango,iintshaba zakhe zity' umhlaba.